2 Izikronike 25:16 XHO75

16 Kwathi esathetha naye, ukumkani wathi kuye, Sikumisile yini na ukuba ube ngumphakathi wokumkani? Yeka; yini na ukuba uzibethise. Wayeka umprofeti wathi, Ndiyazi ukuba uThixo ugqibé kwelokuba akutshabalalise, ngokuba ukwenzile oku, akwaliphulaphula icebo lam.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25

imbono 2 Izikronike 25:16 kwimeko