2 Izikronike 25:17 XHO75

17 UAmatsiya ukumkani wakwaYuda wathabatha icebo, wathumela kuYowashe, unyana kaYehowahazi, unyana kaYehu, ukumkani wakwaSirayeli, wathi, Khawuze siqwalaselane ngamehlo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 25

imbono 2 Izikronike 25:17 kwimeko