2 Izikronike 28:12 XHO75

12 Kwesuka ke amadoda akwiintloko zoonyana bakaEfrayim, ooAzariya unyana kaYohanan, noBherekiya unyana kaMeshilemoti, noHezekiya unyana kaShalum, noAmasa unyana kaHadelayi, ema phambi kwabavela emkhosini;

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 28

imbono 2 Izikronike 28:12 kwimeko