2 Izikronike 28:5 XHO75

5 UYehova, uThixo wakhe, wamnikela esandleni sokumkani wama-Aram;* ameyisa, athimba kuye into eninzi yabathinjwa, abása eDamasko. Kananjalo wanikelwa esandleni sokumkani wakwaSirayeli, uPeka; wabulala kwimpi yakhe kakhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 28

imbono 2 Izikronike 28:5 kwimeko