2 Izikronike 28:6 XHO75

6 UPeka, unyana kaRemaliya, wabulala kumaYuda ikhulu elinamanci amabini lamawaka ngamini-nye, bonke bengamadoda anobukroti, ngokushiya kwabo uYehova, uThixo wooyise.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 28

imbono 2 Izikronike 28:6 kwimeko