2 Izikronike 33:19 XHO75

19 Nomthandazo wakhe, nokuthandazeka kukaThixo nguye, nezono zakhe, nokumeneza kwakhe, neendawo awakhela kuzo izigánga, wamisa ooAshera nemifanekiso eqingqiweyo, engekazithobi, nanzo zibhaliwe emicimbini kaHozayi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 33

imbono 2 Izikronike 33:19 kwimeko