22 Wenza okubi emehlweni kaYehova, njengoko wenza ngako uManase uyise. UAmon wabingelela kwimifanekiso yonke eqingqiweyo awayenzayo uManase uyise, wayikhonza.
23 Akazithobanga phambi koYehova, njengoko wazithobayo uManase uyise; ke yena lo Amon walikhulisa ityala.
24 Abakhonzibakhebamceba, bambulala endlwini yakhe.
25 Abantu belizwe bababulala bonke abacebi abo bokumkani uAmon. Abantu belizwe bemenza ukumkani uYosiya, unyana wakhe, esikhundleni sakhe.