2 Izikronike 35:21 XHO75

21 Wathuma abathunywa kuye, wathi, Yintoni na enam nawe, kumkani wakwaYuda? Andizé kulwa nawe namhla; ndize endlwini endilwa nayo; uThixo uthe mandikhawulezise; mkhwelele uThixo onam, angàkutshabalalisi.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 35

imbono 2 Izikronike 35:21 kwimeko