2 Izikronike 36:10 XHO75

10 Ekuveleni komnyaka, ukumkani uNebhukadenetsare wathumela wamzisa eBhabheli, kunye neempahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova; wenza uZedekiya, umninawa wakhe, ukuba abe ngukumkani kwaYuda naseYerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 36

imbono 2 Izikronike 36:10 kwimeko