2 Izikronike 36:9 XHO75

9 UYehoyakin ubeminyaka isibhozo ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neenyanga ezintathu ezineentsuku ezilishumi engukumkani eYerusalem; wenza okubi phambi koYehova.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 36

imbono 2 Izikronike 36:9 kwimeko