2 Izikronike 36:8 XHO75

8 Ezinye izinto zikaYehoyakim, namasikizi akhe awawenzayo, nokwafumanekayo kukuye, nanko kubhaliwe encwadini yookumkani bakwaSirayeli nabakwaYuda. Waba ngukumkani uYehoyakin, unyana wakhe, esikhundleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 36

imbono 2 Izikronike 36:8 kwimeko