2 Izikronike 36:3 XHO75

3 Ukumkani waseYiputa wamguzula eYerusalem, walihlawulisa ilizwe ikhulu leetalente zesilivere* netalente yegolide.*

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 36

imbono 2 Izikronike 36:3 kwimeko