2 Izikronike 36:4 XHO75

4 Ukumkani waseYiputa wamenza uEliyakim, umkhuluwa wakhe, ukuba abe ngukumkani kwaYuda neYerusalem, waliguqula igama lakhe laba nguYehoyakim. UNeko wamthabatha uYehowahazi, umninawa wakhe, wamsa eYiputa.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 36

imbono 2 Izikronike 36:4 kwimeko