2 Izikronike 36:5 XHO75

5 UYehoyakim ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamnye engukumkani eYerusalem. Wenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 36

imbono 2 Izikronike 36:5 kwimeko