2 Usamuweli 10:2 XHO75

2 Wathi ke uDavide, Mandimenzele inceba uHanun, unyana kaNahashe, njengokuba noyise wandenzelayo inceba. Wathumela uDavide ngesandla sabakhonzi bakhe ukumkhuza ngaye uyise. Beza ke abakhonzi bakaDavide ezweni loonyana baka-Amon.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 10

imbono 2 Usamuweli 10:2 kwimeko