2 Usamuweli 10:3 XHO75

3 Bathi abathetheli boonyana baka-Amon kuHanun inkosi yabo, Ucinga ukuba uDavide uzukisa uyihlo na emehlweni akho, ngokuba ethume abakhuzi kuwe? UDavide àkabathumele na abakhonzi bakhe kuwe ukuze awugocagoce umzi, awuhlole, awubhukuqe?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 10

imbono 2 Usamuweli 10:3 kwimeko