2 Usamuweli 11:10 XHO75

10 Kwaxelwa kuDavide, kwathiwa, u-Uriya akehlanga aye endlwini yakhe. Wathi uDavide ku-Uriya, Akuveli eluhambeni na? Yini na ukuba ungehli uye endlwini yakho?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 11

imbono 2 Usamuweli 11:10 kwimeko