2 Usamuweli 11:9 XHO75

9 U-Uriya walala emnyango wendlu yokumkani, nabakhonzi bonke benkosi yakhe; akehla aye endlwini yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 11

imbono 2 Usamuweli 11:9 kwimeko