2 Usamuweli 11:8 XHO75

8 UDavide wathi ku-Uriya, Yihla uye endlwini yakho, uhlambe iinyawo zakho. Waphuma u-Uriya endlwini yokumkani; kwaphuma emva kwakhe isipho sokumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 11

imbono 2 Usamuweli 11:8 kwimeko