2 Usamuweli 12:15 XHO75

15 Waya uNatan endlwini yakhe.UYehova wamhlisela isifo umntwana abemzalelwe uDavide ngumkaUriya; wagula kakhulu.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 12

imbono 2 Usamuweli 12:15 kwimeko