2 Usamuweli 12:19 XHO75

19 Wabona uDavide ukuba abakhonzi bakhe bayasebezelana, waqonda uDavide ukuba ufile umntwana; wathi uDavide kubakhonzi bakhe, Ufile na umntwana?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 12

imbono 2 Usamuweli 12:19 kwimeko