2 Usamuweli 12:20 XHO75

20 Bathi, Ufile. Wesuka uDavide emhlabeni, wazihlamba, wazithambisa, wanxiba ngubo zimbi, waya endlwini kaYehova, waqubuda; weza endlwini yakhe, wabiza ukudla; babeka phambi kwakhe, wadla.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 12

imbono 2 Usamuweli 12:20 kwimeko