2 Usamuweli 12:21 XHO75

21 Bathi abakhonzi bakhe kuye, Yintoni na le nto uyenzileyo? Oko ebesahleli umntwana, wazila ukudla, walila; akuba efile umntwana, uvukile wadla ukudla.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 12

imbono 2 Usamuweli 12:21 kwimeko