2 Usamuweli 13:25 XHO75

25 Ukumkani wathi kuAbhisalom, Musa, nyana wam; masingayi sonke sibe ngumthwalo kuwe. Wamzama; akavuma ukuya, kodwa wamsikelela.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 13

imbono 2 Usamuweli 13:25 kwimeko