2 Usamuweli 13:26 XHO75

26 Wathi uAbhisalom, Ukuba akuyi wena, makakhe ahambe nathi uAmnon, umkhuluwa wam. Wathi ukumkani kuye, Ahambeleni na nawe?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 13

imbono 2 Usamuweli 13:26 kwimeko