2 Usamuweli 13:28 XHO75

28 UAbhisalom wawawisela umthetho amadodana akwakhe, wathi, Khanikhangele, xa ithe intliziyo ka-Amnon yamnandi yiwayini, ndaza ndathi kuni, Mbetheni uAmnon, nombulala. Musani ukoyika; àniwiselwe ndim na umthetho?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 13

imbono 2 Usamuweli 13:28 kwimeko