2 Usamuweli 13:29 XHO75

29 Yomelelani nibe ngamakroti. Enza ke amadodana ka-Abhisalom kuAmnon njengoko uAbhisalom abewawisele umthetho. Besuka ke bonke oonyana bokumkani; walowo wakhwela kundlebende wakhe, basaba.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 13

imbono 2 Usamuweli 13:29 kwimeko