2 Usamuweli 13:6 XHO75

6 Walala ke uAmnon, wazigulisa. Ukumkani waya kumbona. Wathi uAmnon kukumkani, Makhe eze uTamare udade wethu, enze phambi kwam izonkana eziyolisa intliziyo, zibe zibini, ndizidle esandleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 13

imbono 2 Usamuweli 13:6 kwimeko