2 Usamuweli 14:13 XHO75

13 Wathi yena, Thetha. Yathi inkazana leyo, Yini na ke ukuba ucinge into enjalo ngabantu bakaThixo? Ngokulithetha eli lizwi, ukumkani unjengonetyala, engambuyisi nje ukumkani umgxothwa wakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:13 kwimeko