2 Usamuweli 14:33 XHO75

33 Waya ke uYowabhi kukumkani, wamxelela. Wambiza uAbhisalom; waya kukumkani, waqubuda kuye ngobuso emhlabeni phambi kokumkani; ukumkani wamanga ke uAbhisalom.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 14

imbono 2 Usamuweli 14:33 kwimeko