2 Usamuweli 15:20 XHO75

20 ungáthi, ufiké izolo eli, ndikubhadulisè nanamhla, ndikuhambise nathi na, ndisiya apho ndingaya khona nje? Buya, ubuyise abazalwana bakho; inceba nenyaniso ibe nawe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 15

imbono 2 Usamuweli 15:20 kwimeko