2 Usamuweli 15:21 XHO75

21 UItayi wamphendula ukumkani, wathi, Ehleli nje uYehova, ihleli nje inkosi yam ukumkani, inene, endaweni eya kuba kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni, nokuba kusebomini, úya kuba lapho umkhonzi wakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 15

imbono 2 Usamuweli 15:21 kwimeko