2 Usamuweli 18:28 XHO75

28 Wamemeza uAhimahatse, wathi kukumkani, Hlala kakuhle. Waqubuda ngobuso emhlabeni kukumkani, wathi, Makabongwe uYehova uThixo wakho, owanikeleyo amadoda asiphakamisileyo isandla sawo enkosini yam ukumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:28 kwimeko