2 Usamuweli 18:29 XHO75

29 Wathi ukumkani, Ihleli kakuhle na indodana uAbhisalom? Wathi uAhimahatse, Ndiboné ingxokolo enkulu, ekumthumeni kukaYowabhi umkhonzi kakumkani, nomkhonzi wakho lo, ndingazi ukuba yintoni na.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:29 kwimeko