2 Usamuweli 18:31 XHO75

31 Nanko ke uKushi efika. Wathi uKushi, Mayishunyayezwe iindaba ezilungileyo inkosi yam ukumkani; ngokuba uYehova ukugwebele namhla, wakukhulula esandleni sabo bonke ababesukele phezulu kuwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:31 kwimeko