2 Usamuweli 18:32 XHO75

32 Wathi ukumkani kuKushi, Ihleli kakuhle na indodana uAbhisalom? Wathi uKushi, Iintshaba zenkosi yam ukumkani, nabo bonke abasukele phezulu kuwe ukukwenza into embi, mababe njengaloo ndodana.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:32 kwimeko