2 Usamuweli 18:33 XHO75

33 Wagungqa ukumkani; wenyuka waya egumbini eliphezu kwesango, walila, wathetha ekuyeni kwakhe, esithi, Nyana wam, Abhisalom, nyana wam, nyana wam, Abhisalom! Akwaba bekufe mna esikhundleni sakho, Abhisalom, nyana wam, nyana wam!

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 18

imbono 2 Usamuweli 18:33 kwimeko