2 Usamuweli 19:35 XHO75

35 Namhla ndiminyaka imashumi asibhozo ndizelwe; ndinako na ukwazi okulungileyo kokubi? Únako na umkhonzi wakho lo ukuyiva into ayidlayo nayiselayo? Ndisenako na ukuva ilizwi leemvumi neleemvumikazi? Yini na ukuba umkhonzi wakho lo abuye abe ngumthwalo kwinkosi yam ukumkani?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:35 kwimeko