2 Usamuweli 19:36 XHO75

36 Umkhonzi wakho lo uya kuyiwela ke iYordan nokumkani umzuzwana; yini na ukuba ukumkani andiphathe ngale mpatho?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:36 kwimeko