2 Usamuweli 19:39 XHO75

39 Bawela ke bonke abantu eYordan. Ewelile ukumkani, ukumkani wamanga uBharzilayi, wamsikelela; waza wabuyela endaweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:39 kwimeko