2 Usamuweli 19:40 XHO75

40 Wawela ke ukumkani, waya eGiligali, wawela ke naye uKimham; bonke abantu bakwaYuda bamweza ukumkani, kwanesiqingatha sabantu bakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:40 kwimeko