2 Usamuweli 19:41 XHO75

41 Nanko kusiza onke amadoda akwaSirayeli kukumkani, athi kukumkani, Yini na ukuba abazalwana bethu, amadoda akwaYuda, bambé, bamweze ukumkani nendlu yakhe eYordan, enamadoda onke kaDavide?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:41 kwimeko