2 Usamuweli 19:42 XHO75

42 Aphendula onke amadoda akwaYuda kumadoda akwaSirayeli, athi, Kungokuba ukumkani esalamana nathi; yini na ukuba nivuthe ngumsindo ngale ndawo? sikhe sadla nto na kukumkani? sikhe saphiwa nto na?

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:42 kwimeko