2 Usamuweli 19:7 XHO75

7 Vuka kaloku, uphume, uthethe kakuhle nabakhonzi bakho; ngokuba ndifunga uYehova; ukuba akuthanga uphume, inene, akuyi kuhlala mntu nawe ngobu busuku; kube kubi kuwe oko, ngaphezu kobubi bonke obukufikeleyo, kuthabathela ebuncinaneni bakho kuzise kweli xesha.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:7 kwimeko