2 Usamuweli 19:8 XHO75

8 Wavuka ke ukumkani, wahlala esangweni; kwaxelwa ebantwini bonke, kwathiwa, Nanko ukumkani ehleli esangweni. Beza ke bonke abantu phambi kokumkani.Ke amaSirayeli abesabile, elowo waya ententeni yakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:8 kwimeko