2 Usamuweli 19:9 XHO75

9 Abantu bonke babephikisana ezizweni zonke zakwaSirayeli, besithi, Ukumkani wasisiza esandleni seentshaba zethu, wasisindisa esandleni samaFilisti; ngoku ubalekile kweli lizwe ngenxa ka-Abhisalom;

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 19

imbono 2 Usamuweli 19:9 kwimeko