2 Usamuweli 2:23 XHO75

23 Akavuma ukutyeka. UAbhinere wamtsho ngoluthi lwentshuntshe esiswini; yaya kuphuma intshuntshe ngasemva. Wawa khona, wafela kuloo ndawo. Bathi bonke abafika kuloo ndawo wàwa wafela kuyo uAsaheli, bee nqumama.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 2

imbono 2 Usamuweli 2:23 kwimeko