2 Usamuweli 2:24 XHO75

24 OoYowabhi noAbhishayi bamsukela bamlandela uAbhinere, lada latshona ilanga; bada bafika edulini yeAma, ekhangelene neGiya, endleleni yentlango yeGibheyon.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 2

imbono 2 Usamuweli 2:24 kwimeko