2 Usamuweli 21:1 XHO75

1 Ke kwabakho indlala ngemihla kaDavide iminyaka yamithathu, umnyaka ngomnyaka. UDavide wafuna ubuso bukaYehova. Wathi uYehova, Kungenxa kaSawule, nangenxa yendlu yamagazi akhe, ngenxa enokuba wabulala abaseGibheyon.

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 21

imbono 2 Usamuweli 21:1 kwimeko