2 Usamuweli 21:2 XHO75

2 Ukumkani wababiza ke abaseGibheyon, wathi kubo (ke kaloku abaseGibheyon babengengabonyana bakaSirayeli, babengamaqongqolo ama-Amori; oonyana bakaSirayeli babewaqinisise ngesifungo; uSawule wafuna ukuwabulala ngokuzondelela kwakhe amaSirayeli namaYuda):

funda isahluko epheleleyo 2 Usamuweli 21

imbono 2 Usamuweli 21:2 kwimeko